Isityhilelo 11:6 XHO75

6 Wona la ánegunya lokulivala izulu, ukuze kungani mvula ngemihla yokuprofeta kwawo. Kananjalo anegunya phezu kwamanzi ukuwaguqula abe ligazi, nokuwubetha umhlaba ngezibetho zonke, ngamaxa onke asukuba ethanda ngawo.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 11

imbono Isityhilelo 11:6 kwimeko