Isityhilelo 12:12 XHO75

12 Ngenxa yoko yibani nemihlali, nina mazulu, nani ninomnquba kuwo. Yeha, abo bawumiyo umhlaba nolwandle! ngokuba uhlile weza kuni uMtyholi, enomsindo omkhulu, esazi nje ukuba ixesha analo lincinane.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 12

imbono Isityhilelo 12:12 kwimeko