Isityhilelo 12:14 XHO75

14 Umfazi wanikwa amaphiko amabini okhozi olukhulu, ukuze aphaphazele aye entlango, endaweni yakhe, apho anqakwa khona ixesha, namaxesha, nesiqingatha sexesha, kùde nobuso benyoka.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 12

imbono Isityhilelo 12:14 kwimeko