Isityhilelo 12:5 XHO75

5 Wazala umntwana oyinkwenkwe, oza kuzalúsa zonke iintlanga ngentonga yentsimbi; umntwana wakhe lowo wathiwa xwi, wasiwa kuye uThixo, nakuyo itrone yakhe.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 12

imbono Isityhilelo 12:5 kwimeko