Isityhilelo 16:21 XHO75

21 Kwesuka kwehla ezulwini phezu kwabantu isichotho esikhulu, esimatye ngathi ubunzima bawo yitalente* ngalinye; baza abantu bamnyelisa uThixo ngenxa yesibetho sesichotho eso, ngokuba sisikhulu kakhulu isibetho saso.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 16

imbono Isityhilelo 16:21 kwimeko