Isityhilelo 19:18 XHO75

18 ukuze nidle inyama yookumkani, nenyama yabathetheli-waka, nenyama yamagorha, nenyama yamahashe, neyabakhweli bawo, nenyama yabo bonke abakhululekileyo nabangamakhoboka, neyabancinane neyabakhulu.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 19

imbono Isityhilelo 19:18 kwimeko