Isityhilelo 3:5 XHO75

5 Lowo weyisayo uya kuthiwa wambu ngeengubo ezimhlophe. Andisayi kulicima igama lakhe encwadini yobomi; ndiya kulivuma igama lakhe emehlweni kaBawo, naphambi kwezithunywa zakhe zasemazulwini.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 3

imbono Isityhilelo 3:5 kwimeko