Isityhilelo 6:11 XHO75

11 Banikwa bonke ngabanye iingubo ezinde ezimhlophe; kwathiwa kubo, basaya kuphumla ixesha elincinane, bade bazaliseke nabangabakhonzi nabo, nabazalwana babo, abaza kubulawa kwanjengabo.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 6

imbono Isityhilelo 6:11 kwimeko