5 Esizweni sakwaYuda kwatywinwa ishumi elinambini lamawaka. Esizweni sakwaRubhen kwatywinwa ishumi elinambini lamawaka. Esizweni sakwaGadi kwatywinwa ishumi elinambini lamawaka.
funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 7
imbono Isityhilelo 7:5 kwimeko