Isityhilelo 8:3 XHO75

3 Seza esinye isithunywa, sema esibingelelweni, sinesiqhumiselo segolide, sanikwa iziqhumiso zazininzi, ukuze sizinikele, kunye nemithandazo yabangcwele bonke, phezu kwesibingelelo segolide esiphambi kwetrone.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 8

imbono Isityhilelo 8:3 kwimeko