Kumagalati 5:11 XHO75

11 Mna ke, bazalwana, ukuba ndingaba ndisavakalisa ulwaluko, ndisatshutshiselwani na? — singaba sibhangisiwe njengoko isikhubekiso eso somnqamlezo.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 5

imbono Kumagalati 5:11 kwimeko