Kwabase-Efese 6:5 XHO75

5 Nina bakhonzi, baveni abaziinkosi zenu ngokwenyama, ninokuzoyikela nokugubha, ningenakumbi ezintliziyweni zenu, ninge niva uKristu ngokwakhe.

funda isahluko epheleleyo Kwabase-Efese 6

imbono Kwabase-Efese 6:5 kwimeko