6 Ukukhonza kwenu makungabi ngokweliso, ngathi nithomalalisa abantu; makube ngokwabakhonzi bakaKristu, nikwenza ukuthanda kukaThixo ngokwasemphefumlweni,
funda isahluko epheleleyo Kwabase-Efese 6
imbono Kwabase-Efese 6:6 kwimeko