Kwabaseroma 1:13 XHO75

13 Andithandi ke ukuba ningàzi, bazalwana, ukuba kúfuthi ndizimisela entliziyweni yam ukuza kuni (ndathintelwa kwada kwanamhla), ukuze ndibe nasiqhamo sithile naphakathi kwenu, kwanjengaphakathi kwezinye iintlanga.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 1

imbono Kwabaseroma 1:13 kwimeko