Kwabaseroma 1:20 XHO75

20 Kuba kwasekudalweni kwehlabathi, iindawo zakhe ezibe zingenakubonwa zibonwa kakuhle, ziqondeke, ngezinto ezenziweyo, kwaamandla akhe angunaphakade, nobuThixo bakhe, ukuze bangabi nakuziphendulela.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 1

imbono Kwabaseroma 1:20 kwimeko