Kwabaseroma 1:27 XHO75

27 kwaza kwangokunjalo ke namadoda, ewushiya umsebenzi wenkazana wasemvelweni, avutha ngokukhanukana kwawo, amadoda esenza kumadoda okuziintloni, ezamkelela umbuyekezo wokulahleka kwawo, abemelwe ke nguwo.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 1

imbono Kwabaseroma 1:27 kwimeko