Kwabaseroma 10:3 XHO75

3 Kuba bathe, bengàbazi ubulungisa bukaThixo, befuna nokumisa obabo ubulungisa, ababululamela ubulungisa bukaThixo.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 10

imbono Kwabaseroma 10:3 kwimeko