Kwabaseroma 12:19 XHO75

19 Musani ukuziphindezelela, zint'anda; yikhweleleni ingqumbo; kuba kubhaliwe kwathiwa, Impindezelo yeyam, kuya kubuyekeza mna, itsho iNkosi.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 12

imbono Kwabaseroma 12:19 kwimeko