Kwabaseroma 14:15 XHO75

15 Ukuba ke umzalwana wakho wenziwa buhlungu ngenxa yokusuka udle, akusahambi ngokothando. Musa ukumtshabalalisa ngokudla kwakho, yena lowo uKristu wamfelayo.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 14

imbono Kwabaseroma 14:15 kwimeko