Kwabaseroma 14:21 XHO75

21 Kuhle ukuba ungadli nyama, ungaseli wayini, ungenzi nto angabetheka kuyo umzalwana wakho, akhubeke kuyo, aswele amandla okuzigcina.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 14

imbono Kwabaseroma 14:21 kwimeko