Kwabaseroma 14:4 XHO75

4 Ùngubani na wena ugweba isicaka somnye? Ukuma kwaso, nokuba kukuwa kwaso, kusenkosini yaso. Síya kuma ke; kuba uThixo unako ukusimisa.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 14

imbono Kwabaseroma 14:4 kwimeko