Kwabaseroma 16:19 XHO75

19 Kuba ukululama kwenu kuye kwafika kubo bonke. Ndiyavuya ngoko ngani; ndinga ke ningaba ngabalumkileyo okunene kokulungileyo; kodwa nibe ngabangenabuqhinga kokubi.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 16

imbono Kwabaseroma 16:19 kwimeko