Kwabaseroma 2:15 XHO75

15 bona bawubonakalalisayo umsebenzi womthetho, ubhalwe ezintliziyweni zabo, sibe isazela sabo singqinelana nawo, zibe izicamango zabo zimangalelana, ziphathe kuziphendulela.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 2

imbono Kwabaseroma 2:15 kwimeko