Kwabaseroma 4:17 XHO75

17 (njengokuba kubhaliwe kwathiwa, Ndikumisile ukuba ube nguyise weentlanga ezininzi), phambi koThixo awakholwáyo kuye, obadlisa ubomi abafileyo, azibize izinto ezingekhoyo, zinge zikho.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 4

imbono Kwabaseroma 4:17 kwimeko