Kwabaseroma 5:16 XHO75

16 Kanjalo sona isipho asinjengokuba kwaba njalo ngalowo mnye wonayo. Kuba okunene isigwebo seza ngenxa yalowo mnye, sesa ekugwetyweni; ke sona isibabalo seza ngenxa yeziphoso ezininzi, sesa ekugwetyelweni.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 5

imbono Kwabaseroma 5:16 kwimeko