Kwabaseroma 6:13 XHO75

13 Kanjalo amalungu enu maningawanikeli kuso isono, ukuba abe ziintonga zentswelabulungisa; manizinikele ngokwenu kuThixo, ngokwabaphile babengabafileyo, niwanikele kuThixo amalungu enu, ukuba abe ziintonga zobulungisa.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 6

imbono Kwabaseroma 6:13 kwimeko