Kwabaseroma 8:1 XHO75

1 Ngoko ke, ngoku akukho kugwetywa kwabakuKristu Yesu; abangahambiyo ngokwenyama, abahamba ngokoMoya.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 8

imbono Kwabaseroma 8:1 kwimeko