Kwabaseroma 8:17 XHO75

17 Ukuba ke singabantwana, sikwaziindlalifa; iindlalifa zikaThixo, iindlalifa ke kunye noKristu; ukuba okunene siva ubunzima kunye naye, ukuze sizukiswe nokuzukiswa kunye naye.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 8

imbono Kwabaseroma 8:17 kwimeko