Kwabaseroma 8:7 XHO75

7 Ngokokuba ukunyameka kwenyama kububutshaba kuThixo; kuba umthetho kaThixo kungawululameli, kuba kungenako nokuba nako ukwenjenjalo.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 8

imbono Kwabaseroma 8:7 kwimeko