Kwabaseroma 8:9 XHO75

9 Ke nina anikwinyama; nikuMoya, ukuba kumi okunene uMoya kaThixo ngaphakathi kwenu. Ukuba ke umntu akanaye uMoya kaKristu, akangowakhe lowo.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 8

imbono Kwabaseroma 8:9 kwimeko