Kwabaseroma 9:20 XHO75

20 Ehla ke, mntundini! Ùngubani na wena, ukuba uphendulane noThixo? Into exonxiweyo ingátsho na kumxonxi wayo ukuthi, Yini na ukuba undenjenje ukundenza?

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 9

imbono Kwabaseroma 9:20 kwimeko