Uluka 1:17 XHO75

17 Yena úya kuhamba phambi kobuso bayo, enomoya enamandla kaEliya, ukuba azibuyisele iintliziyo zooyise kubantwana, nabangevayo kuko ukuqonda kwamalungisa, alungisele iNkosi abantu abalungisiweyo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 1

imbono Uluka 1:17 kwimeko