Uluka 1:18 XHO75

18 Wathi uZekariya kuso isithunywa, Ndiya kukwazi ngani na oko? Kuba mna ndimdala, waye nomfazi wam selekhulile.

funda isahluko epheleleyo Uluka 1

imbono Uluka 1:18 kwimeko