Uluka 12:3 XHO75

3 Ngenxa enokuba konke enikuthethe emnyameni, kuya kuviwa emhlotsheni; nenikuthethe endlebeni emagumbini, kuya kumenyezwa phezu kwezindlu.

funda isahluko epheleleyo Uluka 12

imbono Uluka 12:3 kwimeko