Uluka 12:4 XHO75

4 Ndithi ke kuni, zihlobo zam, Musani ukuboyika abo babulala umzimba, baze emva koko bangabi nanto yimbi bangayenzayo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 12

imbono Uluka 12:4 kwimeko