Uluka 12:5 XHO75

5 Ndiya kunibonisa ke énomoyika; yoyikani lowo uthi emva kokubulala, abe negunya lokuphosa esihogweni. Ewe, ndithi kuni, Yoyikani yena lowo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 12

imbono Uluka 12:5 kwimeko