Uluka 12:6 XHO75

6 Àbathengiswa ngeepeni ezimbini na oongqatyana abahlanu? Ukanti akukho namnye kubo olityelweyo emehlweni kaThixo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 12

imbono Uluka 12:6 kwimeko