Uluka 15:20 XHO75

20 Wesuka weza kuyise.Ke kaloku, akubon' ukuba usekude lee, uyise wambona, wasikwa yimfesane, wagidima, wawa entanyeni yakhe, wamanga.

funda isahluko epheleleyo Uluka 15

imbono Uluka 15:20 kwimeko