Uluka 15:21 XHO75

21 Wathi ke unyana kuye, Bawo, ndonile kuwo amazulu, nasemehlweni akho; andisafanele kubizwa ngonyana wakho.

funda isahluko epheleleyo Uluka 15

imbono Uluka 15:21 kwimeko