Uluka 15:25 XHO75

25 Ke kaloku unyana wakhe omkhulu ebesentsimini; wathi xa azayo, wasondela endlwini, weva ukugwala nokududa.

funda isahluko epheleleyo Uluka 15

imbono Uluka 15:25 kwimeko