Uluka 16:9 XHO75

9 Nam ndithi kuni, Zenzeleni izihlobo ngabo ubutyebi bokungalungisi, ukuze xa nithe naphelelwa, namkelwe eminqubeni engunaphakade.

funda isahluko epheleleyo Uluka 16

imbono Uluka 16:9 kwimeko