Uluka 17:2 XHO75

2 Angásizakala kanye, ethe wagangxwa ilitye lokusila entanyeni yakhe, wajulelwa elwandle, kunokuba akhubekise noko amnye kwaba bancinane.

funda isahluko epheleleyo Uluka 17

imbono Uluka 17:2 kwimeko