Uluka 23:14 XHO75

14 Nizise kum lo mntu, ngathi ngophambukisa abantu; niyabona ke, ndimncinile mna emehlweni enu, andafumana tyala kulo mntu, kwezo zinto nimmangalele ngazo;

funda isahluko epheleleyo Uluka 23

imbono Uluka 23:14 kwimeko