Uluka 24:30 XHO75

30 Kwathi, ekungqengqeni kwakhe ngasesithebeni ndawonye nabo, wasithabatha isonka, wasikelela, waqhekeza, wabanika.

funda isahluko epheleleyo Uluka 24

imbono Uluka 24:30 kwimeko