Uluka 5:14 XHO75

14 Wayithethela yena ngelithi, mayingaxeleli bani. Wathi, Yiya kuzibonisa kumbingeleli, usondeze idini, ngenxa yokuhlanjululwa kwakho, njengoko wamisayo uMoses, kube bubungqina kubo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 5

imbono Uluka 5:14 kwimeko