Uluka 5:15 XHO75

15 Kwaba kukhona ke luhlakazekayo udaba ngaye; kwaye kubuthelana izihlwele ezikhulu ukuza kuphulaphula, nokuphiliswa nguye ebulwelweni bazo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 5

imbono Uluka 5:15 kwimeko