Uluka 5:7 XHO75

7 Bakhoba amahlulelana abo, abekomnye umkhombe, ukuba eze kuncedisana nabo. Beza, bayizalisa imikhombe yomibini, yada yafuna ukutshona.

funda isahluko epheleleyo Uluka 5

imbono Uluka 5:7 kwimeko