Uluka 6:20 XHO75

20 Waza yena wawaphakamisela amehlo akhe kubo abafundi bakhe, wathi,Ninoyolo, nina mahlwempu; ngokuba bobenu ubukumkani bukaThixo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:20 kwimeko