Uluka 6:21 XHO75

21 Ninoyolo, nina nilambayo kalokunje; ngokuba niya kuhluthiswa.Ninoyolo, nina nililayo kalokunje; ngokuba niya kuhleka.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:21 kwimeko