Uluka 6:48 XHO75

48 Ufana nomntu owákha indlu, wemba wangxoka isiseko, wasibeka phezu kolwalwa. Kwathi, kwakubakho umkhukula, wagaleleka kuloo ndlu umlambo, awaba nako ukuyishukumisa; kuba ibisekwe phezu kolwalwa olo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:48 kwimeko